Cathaya

Livela

ICathaya ngumthi osoloko uluhlaza onokukhula ube ziimitha ezingama-40. Ukuphela kweentlobo eziphilayo ngoku yiCathaya agyrophilla Ihlala e-China kumaphondo aseGuangxi, eGuizhou naseHunan.