Bongani Mayosi
Appearance
UBongani Mawethu Mayosi BMedSci, MB ChB, FCP(SA), DPhil, OMS (28 January 1967 – 27 July 2018) wayengunjingalwazi woMzantsi Afrika weCardology WayeyiDini yeFaculty of Health Sciences kwiDyunivesithi yaseKapa kwaye Umphandi weSiseko soPhando seSizwe. Ngaphambi koku, wayeyintloko yeSebe lezoNyango kwiDyunivesithi yaseKapa kunye neSibhedlele saseGroote Schuur. umdla wakhe wophando wawuquka i-rheumatic fever, tuberculous pericarditis kunye ne-cardiomyopathy. Wayelilungu leAkhademi yeNzululwazi yoMzantsi Afrika kunye nowayesakuba nguMongameli weKholeji yooGqirha eMzantsi Afrika kwaye wayekhokela eminye imibutho emininzi yezonyango ngexesha lomsebenzi wakhe.