Awethu putumani

Livela

Amagqabantshintshi ngoAwethu Putumani[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

UAwethu wazalwa kwinyanga kaCanzibe, ezalelwa kwiphondo lase Mpuma Koloni, eMzantsi Afrika, kwilali yaseMbewane, kwisithili saseDutywa. Ilali yake ayikude kuyaphi kuneka Thabo Mbeki, ubuninzi ingaziyure ezimbini ezinecala. Umfana lona wakwa Putumani ngomnye ozingcayo ngenchubeko yesiXhosa kakhulu. Apha kwaXhosa kukho inkolelo yokuba umntu xa athe wazalwa ebusika, ubankone ngamaqhinga oku kwegqwalashu.

Awethu, kule page ithi "Inqaba" thetha ngeDutywa, uze uthi kule ithi "Ingxoxo", usixelele ngawe ke ngoku. Mhle lo mfanekiso. Ndithethile nawe phaya kwi-page ethi 'ingxoxo' yivule ufunde