Amafu

Livela
Amafu esibhakakeni

Ilifu ngamanzi emoyeni (umoya) esinokuwabona ngamehlo. kulapho imvula kunye nenkungu zivela khona.

Amanzi asmhlabeni aaphuma engumphunga womoya (aze ajike abeyinto engabonakaliyo) aze enyuke aye esibhakabhakeni. enyukele ngasentla apho umoya ububanda, amanzi ayaqokelelana: ayajika angabi ngumoya ongumphushu abe ngamaqabaza okanye abe ngamagaqa omkhenkce. siwabona laa maqabaza amanzi engamafu. Amaqabaza aphindela emhlabeni ngokuthi aqabaze kuwo sele eyimvula, aze aphinde amanzi aphume sele engumphunga kwakhona. Oku ke kuthiwa s''isazinge samanzi''

Umoya usoloko enentwana yomphunga wamanzi ongenakubonwa ngamehlo enyama. amafu enzeka xa umoya lo ungasenakuwubamba wonke lo mphunga wamanzi ubonakalyo. [1]Template:Page needed Omnye umphushu wamanzi uyadibana usongane ubengamaqabaza amanzi amancinane kakhulu. Yiloo nto kanye ke le kuthiwa lilifu. [1]

  1. 1.0 1.1 Oard, Michael (1997) The Weather Book P.O. Box 126, Green Forest, AR 72638: Master Books ISBN 0-89051-211-6