Jump to content

Abdourahamane Tchiani

Livela

Abdourahamane Tchiani (enye indlela: Abdourahmane Tchiani ) wazalwa ngo-1960 okanye ngo-1961) [1] ligosa lomkhosi laseNiger elingumongameli weBhunga leSizwe loKhuseleko lweLizwe, umbutho womkhosi waseNiger.

Obomi bakwangoko[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

U-Abdourahamane Tchiani uvela kwiNgingqi yaseTillabéri, eyona ndawo iphambili yokuqesha umkhosi waseNiger kwintshona yelizwe.[2] Ulilungu lamaHausa. [3] Wajoyina umkhosi kwi-1984 waza wafunda kwiSikolo seSizwe samaGosa aSebenzayo eThiès, eSenegal. [4]

Ukuhluthwa kwamandla[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ubhukuqo lwakhe lukhokelele kwintlekele yaseNiger ngo-2023 .

Iimbekiselo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. "Niger coup: Abdourahmane Tchiani declares himself leader" BBC 28 July 2023 archived from the original on 28 July 2023 retrieved 28 July 2023  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  2. "Who is Omar Tchiani, the suspected brain behind Niger coup?" Aljazeera archived from the original on 27 July 2023 retrieved 27 July 2023  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  3. "Niger's coup leader General Tchiani: The ex-UN peacekeeper who seized power" BBC (in en-UK) 10 August 2023 retrieved 10 August 2023 
  4. Daniel, Serge (2023-07-28) "Le général Tchiani, nouvel homme fort du Niger à l'épreuve du pouvoir" [General Tchiani, Niger's new strongman put to the test of power] RFI (in French) archived from the original on 30 July 2023 retrieved 2023-07-30  Unknown parameter |url-status= ignored (help)