User:Zameka/INkcubeko yesiXhosa

Livela
Abafazi bamaXhosa benxibe iimpahla zesiXhosa.


Uluntu lwesiXhosa[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

AmaXhosa ngabantu abazingcayo kakhulu ngenkcubeko yabo. Oko uyakubona kwizinxibo zabo xa benamatheko athile, okanye umve umntu ezithutha ezichaza ukuba ungumni.[1]

Ukuzazi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ukuzazi ukuba ungumXhosa ngokulanda imvelaphi yakho yenza umntu ongumXhosa azazi. Molweni bantu abangamaXhosa abafunda oku. Ndenza isiqwengana sam ngawe!

Imvelaphi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

AmaXhosa amaninzi sele ehlala ezidolophini ngenxa yemisebenzi kodwa ukuzazi ukuba ikhaya loobawomkhulu liphi loo nto ibangela uzive ukuba ngenene ungumXhosa.Kwaya abantu abaninzi banemizi emibini omnye ngulo wasekuphangeleni ze omnye ibe ngulo wasemaphandleni. Loo nto ibonakalisa ukuba amaXhosa ayihloniphile imvelaphi yawo


abangqininisi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]