Ilungu:Malivi 2
Appearance
umdlalo waseqongeni
luvuyo nochulumanco kubaninzi xa bezinikela kumdlalo weqonga kuba baphuhlisa iziphiwo zabo.Incwadi eyenziwa kwibanga leshumi ebizwa ngokuba 'AMAZA' iye ke iyoboniswa njengomdlalo waseqongeni ukunceda abantwana babenolwazi oluphangaleleyo ngencwadi.