User:Dagelf

Livela

Molweni, igama lam ngu-koenrad. Ndiyathetha isiXhosa kancinci. Ndihlala kwidolophu yase ikoloni. Ulwimi lwam sisiBhulu. Ndiyawathanda isibhakabhaka neenkwenkwezi. Ndizithanda nekhompyuter. Zonke izinto ezinomdla endizifunda apha. Wayekhathalela wonke umntu. Ubulinganisa ubutyebi nabahlobo. Usapho lwam luyandinceda ukuba ndifunde. Ndiqalise inkampani ukukunceda ufunde yonke into ndiyazi ukwenza ilizwe elingcono. Iyaqala ngoku. Ndityelele kwi-intanethi okanye eKapa.