UMichael Jackson

From Wikipedia
(Redirected from UMichael Joseph Jackson)
Jump to navigation Jump to search
Michael Jackson (2003)

Ukuzalwa kwakhe[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

U-Michael Joe Jackson (wazalwa ngomhla wama-29 kweyeThupha ngo-1958 - 25 Eyesilimela 2009). Wayeyimvumi nobhali weengoma waseMelika, engumdanisi, engumdlali weqonga, engusomashishini,nomxhasi omkhulu. Wayesaziwa ngegama elithi King of Pop. Igalelo lakhe kwicandelo lezomculo, ekudaniseni nakwifeshini, kunye nokupapasha ngobomi bakhe, zonke ezi zinto zamenza abeyintandane yehlabathi kumashumi amane eminyaka.