I-Periodic table

From Wikipedia
(Redirected from Periodic table)
Jump to navigation Jump to search
UMxube weperiodic table esemgangathweni

I-periodic table ye-chemical elements luludwe lwee-atoms ezaziwayo. Kwi-table, ii-elements zibekwe ngokulandelelana kweenombolo zee-atomars kuqalwa kwinombolo encinane kuzo zonke. I-atomic number ye-element ifana nqwa nanombolo yee-electrons okanye yee-protons kuloo atom kuthethwa ngayo ngelo xesha.

I-Periodic table yeenziwa yaza yacwangciswa ngusokhemesti waseRussia uDmitry Ivanovich Mendeleyev owazalwa ngo-1834 waza wasweleka ngo-1907.

I-periodic table esemgangathweni[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]