Jump to content

Cape town: Difference between revisions

Livela
Content deleted Content added
Created page with "ikapa yeyona ndawo intle elizweni liphela yaziwa njenge ntshona-koloni ilizwe lentlantsi ,ikapaa lendawo ezibukekayo kakhulu kubakhenkethi bangaphandle kukho intaba yetafile (..."
(No difference)

Revision as of 14:02, 17 EkaTshazimpuzi 2014

ikapa yeyona ndawo intle elizweni liphela yaziwa njenge ntshona-koloni ilizwe lentlantsi ,ikapaa lendawo ezibukekayo kakhulu kubakhenkethi bangaphandle kukho intaba yetafile (table mountain)kwaye likwanaso nesiqithi esaziwa ngokuba yiRobben island esikwincami yekapa enxwemeni lwelwandle kuhlala zonke intlanga kukho abaxhosa,mangesi, abesuthu nabanye nabanye basemaphandleni kukho namasebe wezemfundo aphambili jikelele UCT(university of cape town),cput(cape peninsula university of cape town) nezinye ke zkhna endingazikhankanyanga ezinje nge stellenbocsh kunye ne Uwc.