IHlobo

Livela
(Redirected from Ihlobo)

IHlobo lixesha lonyaka apho izityalo ziqhamayo, oko kwenza ibe lelona xesha lilungele ukutyalo iziqhamo kwakunye nemifuno.Umzantsi ntsona weAfrika ngelixesha uba namaqondo aphezulu kakhulu kuba ilanga likufutshana, kude kuqikelelwe amaqondo aku mashumi amane emin'emaqanda. Ubushushu bemoyezulu ngemixesha kudala ukuba zonke izilwanyana ingakumbi imfuyo ukuba itye ngokwaneleyo njengoko usuku luba lude. Ilanga livamisa ukuphuma ngensimbi yesihlanu ' lize liyokutshona

  • phambi kwentsimbi yesibhozo