Help:Getting started

Livela
  • Igalelo kwiphepha leWikipedia linikezela ngolwazi, amakhonkco, iividiyo kunye nezinye izixhobo kwizinto ezisisiseko ezifunekayo ukuhlela iWikipedia.
  • Kwaye lisinika ulwazi ngezinto ezininzi esifuna ukuzazi.
  • Iphepha leWikipedia lenziwe ngokusemthethweni laze lanikezelwa kwabo banolwazi oluphangaleleyo.
  • Besicela ukuba wonke ubani angenele kweliphepha kuba lenzelwe kwamntu nonke namkelekile
  • Liliphepha elibalulekiyo nelizwe elingenakukwazi ukulahlekelwa lilo.
  • Kuba luluncedo kakhulu kwilizwe lonke .