User talk:Siphosethu kawana

Page contents not supported in other languages.
Livela

OKUTHANDWA ZIINKONDE ZAKOWETHU[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Abaninzi bayazi ngokuba yi-Afican beer kodwa kwantu yaziwa ngokuba ngumQombothi esi siselo sisetyenziselwa izinto ezahlukeneyo.Zininzi izinto ezithi kwenziwe umqombothi xasisenzeka •xa kusenziwa imbeleko •xa amakhwenkwe esoluka •xa kuthomba iintonjane •xa kubizwa abaphantsi •ukuzonwabisa lentsipho ke isetyenziswa ngendlela ngendlela kwintlobo ngentlobo zemeko ezithi zibokho xa kusilwe lenstipho.UMQombothi wenziwa ngendlela kuxhomekeka ngezitho othi ubenazo zokwenza umqombothi ngoba kulemihla siphila kuyo izinto azisenziwa ngendle kuba kufakwa nezesingesi izinto.Mandulo umqombothi wasenziwa ngeyona ndlela isulungekileyo kodwa ethatha ixesha ukuze intsipho ilunge kodwa ke kweli xa siphila kulo kwavela INKODUSO ekhawulezisa izinto ukuse umqombothi angathathi xesha lide.Lenstipho xa isenziwa akumelanga inxanyelwe kumelwe iyekwe de ilungelwe ukuselwa,kwaye yenziwa ngocoselelo ukuze kuzophuma izqhamo ezincomekayo.izinto ezi dingekayo xa kusenziwa Umqombothi: ♥INKODUSO ♥UMPHANDA OMKHULU ♥ ♥ ♥