Ukuziphatha
Ukuziphatha yinxalenye yefilosofi ejongene nokulunga nokungalungi. Ukuziphatha kuzama ukuphendula imibuzo enjengale:
- ziziphi izinto esizenzayo ezilungileyo? ziziphi izinto esizenzayo ezingalunganga?
- Singawubona njani umahluko?
- Ingaba ukulunga nokungalungi zizinto ezifanayo?
- Sizenza njani izigqibo eziqatha ezinokwenzakalisa abanye abantu?
- Ingaba esikwenzayo kubachaphazela njani abanye abantu?