Isisila senkukhu sibonwa mhla ligquthayo

Livela

Umtu xa enomsindo okanye kukubi uzambona ubuyena bakhe.