Isidudu

Livela

Isidudu ( </link> ) isidudu esithambileyo esenziwe ngombona ogayiweyo owaziwa ngokuba ngumgubo wombona. Esi sisidlo sakusasa esiqhelekileyo kumakhaya amaXhosa namaZulu. Isisudu sityiwa ngeswekile kunye nobisi. Abanye bakhetha ukusitya ne viniga emhlophe okanye emdaka kunye neswekile okanye ibhotolo / ibhotolo nepeanut butter kunye neswekile njalo njalo. Indlela omnye nomnye asitya ngayo ixhomekeke kwindlela asithanda ngayo.