I-Wikipedia

Livela

'''i-Wikipedia''' (Template:Audio) ngumsebenzi we-intanethi encyclopedia kwiilwimi-ngeelwimi. Ifumaneka simahla (akuxabisi mali ukuyisebenzisa)Template:Ref. Kananjalo ikwa"vuleleke nakubani na," into ethetha ukuthi nabani na angazikopela ayisebenzise nakweyiphi na Hīiiiiiii afuna ukuyisebenzisa kuyo, ukuba nje abantu balandela imithetho nemigaqo yokusetyenziswa kwayo.

umzikazi wayo ngumbutho waseMelika, isiseko seWikimedia, esiseSan Francisco, eCalifornia.

Igama layo ngumxube wamagama amabini elokuqala yiwiki, igama laseHawai elithetha ukukhawuleza, kunye neencyclopedia. Kuba ngokudibanisa inxalenye yala magama, liyportmanteau.

Iminyaka elishumi ikho i-wikipedia[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-logo eyasetyenziswa kwi-wikipedia yesiNgesi eyabizwa ngayo ngolwimi lwesiNgesi ngomhla we-15 kweyomqungu ngo2011