Ezemidlalo
From Wikipedia
Ezemidlalo ziquka yonke into esebenzisa amandla ethi yenziwe ngokungahoywa okanye ngocwangco injongo ikuku lolonga umzimba nokunika ulonwabo kwabo babandakanyekayo. Ezemidlalo zisenokunzwelwa ukuphiswano, apho lowo uphumeleleyo athi abonakale ngomvuzo lento iye idinge ubuchwepheshe ingakumbimbi kumabanga aphezulu.Iindidi zemidlalo ekhoyo ingamakhulu ngamakhulu,kuquka naleyo idlalwa ngabantu nganye nganye, ukuya kutsho kuleyo idlalwa ngamakhulu abantu ngaxeshanye,benagamaqela okanye bezimele ngenqayi elangeni.Eminye engasebenzisi mangla enjenge midlalo yebhodi kunye neenkasi nayo ngamanye amaxhesha kuthiwa zezemidlalo,kodwa imidlalo yaziwa ngokusebenzisa amandla nangokubuchwepheshe bomzimba.
imidlalo ilawulwa