Wikipedia:Inkomfa ka wikipedia eMangosuthu University of Technology
Ngomhla we 17-EyoMsintsi 2025 eMangosuthu University of Technology kuuye kwabanjwa inkomfa, lenkomfa ibinikisa ulwazi malunga noWikipedia kubafundi abathe bachongwa ngaba fundisi babo. Le-nkomfa iqhubeke iintsuku ezimbini ukuqala nge 17 yaza yaphela nge 18 eyoMsintsi 2025. Abafundi abaye bathatha inxaxheba kule nkomfa babuye begcwele ingqondo yimfundo kwaye nezisu zabo zigcwele kananjalo ngenxa yoncuthu lokutya abathe bakufumana kule nkomfa.
Iincukacha ngeworkshop
[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Leworkshop iziswe yi South African Centre for Digital Language Resources(SADiLaR)[1] eMangosuthu ngeenjongo zokuphuhlisa ulwazi ngolwimi lwenkobe kuWikipedia. Kule workshop bekulandelwa iAjenda ebidlulisiwe kwabantu abathe bathatha inxaxheba kuyoguqu. Abantu bafundiswe indlela yokuguqula izihloko ukusuka kulwimi elibhalwe ngayo isihloko ukuya kolwakho ulwimi lwenkobe. Abafundi kunye nabafundisi baye banikwa ukutya kuyo leworkshop.
Ukutya kwe workshop
[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
Ukutya beku phekwa yi-Danki Catering company. Abathathe inxaxheba bafumane isidlo sakusasa kunye nokwasemini. Ukutya kwasekuseni bekuquka iisangweji ezenziwe ngesonka esimhlophe kunye nesimdaka, iiwraps kunye nescorns. Emini baye banikwa irice, inyama yenkukhu kunye nesityu senkomo ebesilandelwa sisiselo esisuka emkhenceni.
Izalathiso
[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ "Google Search" www.google.com retrieved 2025-09-17