Jump to content

Usapho lwasebukhosini lwamaZulu

Livela

Usapho lwasebukhosini bakwaZulu [1] luquka ukumkani wesizwe samaZulu, amaqabane akhe, kwakunye nabo bonke abantwana bakhe abasemthethweni.Ikwaqulathe Inzala yabo bonke ookumkani bangaphambili kwaye iye ithathelwe ingqalelo njengamalungu osapho lwasebukhosini.

  1. Morrissey, Caellagh (December 2015) "Fugitive Queens: Amakhosikazi and the Evolution of Gender and Power in KwaZulu-Natal (1816-1889)"