Jump to content

Umzi

Livela

Umzi ngumzi ngomfazi nendoda kwaye Isintu siwubhentsisa lomcimbi ngokungakhathaliyo, ngokungacengi, hayi ngenkolelo kodwa ngengqiqo engumgaqo weSintu. Lo ngundaba mlonyeni olwisayo amadoda namankazana adudelweyo ibengathi kuliwa mntu ukanti, lomcimbi umile kwaye unembali.

Njengoonyana neentombi zomgquba, beSintu kumele kugqalwe kuqala emva kwintsusa, ingcambu ukuze yazeke ukuba kakuhle kufikwe njani apha. Okokuqala umzi ngowomfazi nendoda: hayi intombi okanye isoka lomfana. Kutheni kunjalo nje ?