Umhlonyane
Appearance
Umhlonyana liyeza elityalwayo emakhaya. Likwazikhulela endle. Lisetyenziswa kakhulu ukunyanga umkhuhlane nokukhupha ingqele. Indlela yokwenza umxube wayo. Ubilisa wona ze ugalele amafutha okupheka. Uyakwazi nokufutha ngawo ingakumbi xa uminxeke isifuba.[1][2] Uyakwazi uwubilise, uwugcine intsuku ezintathu ubuninzi. Ungawusela ushushu okanye ubanda.
Iindlela zokuwusebenzisa
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Ugalela amacephe amabini kathathu ngemini. Uwuthatha emva kokutya
Imbekiselo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
[[Category:Amayeza esintu]]
[[Category:Amayeza]]
- ↑ Liu, N. Q.; Van der Kooy, F.; Verpoorte, R. (2009-04-01) "Artemisia afra: A potential flagship for African medicinal plants?" South African Journal of Botany 75 (2): 185–195 ISSN 0254-6299 doi:10.1016/j.sajb.2008.11.001
- ↑ "Artemisia afra seeds - Buy online" Silverhill Seeds (in en-ZA) retrieved 2025-07-31