Ukuxuba

Livela

Verb[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Template:Verb

  1. Ukuba uxuba' into, uzamisa izinto ezimbini ndawoninye nangaphezulu.
    Xuba amaqanda nobisi ngeflawa.
  2. Ukuba uxuba into, udibanisa izinto edityaniswayo nezidibanayo zibe mbini nangaphezulu kodwa zibe ezi zinto bezihleli zahlukene zingadibananga.
    Musa ukudixuba impahla ekhanyayo kunye nempahla emibala imdaka kumatshini wokuhlamba impahla.
  3. Template:Umculo kukudibanisa iingoma ezininzi.