Ukufunda ulwimi lwenkobe edyunivesity
Appearance
Idyunivesiti zaseMzansi zenza umsebenzi obalulekileyo ngokufunidas ulwimi lwenkobe kwidyunivesiti.[1]

Imvelaphi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Ukufundisa ulwimi lwenkobe kwidyunivesiti zasemzantsi lwasungulwa mandulo ngenjongo zokuphuhlisa ilwimi zabantsundu.
Ukubaluleka kokuthetha ulwimi lwenkobe
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Ulwimi lwenkobe ludlala indima enkulu kakhulu ekwakheni nokubumba isizwe, ngokuba ubaninobani uyakwazi ukuthetha ngokuvakalyo ngezimvo zakhe, kwaye nendlela yokubonakalisa indlela oziva ngayo ibalula.[2]
Iimbekiselo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ Phaahla, P., 2014. Indigenous African languages as agents of change in the transformation of higher education institutions in South Africa: Unisa. Nordic Journal of African Studies, 23(1), pp.26-26.
- ↑ Xulu-Gama, N. and Hadebe, S., 2022. Language of instruction: A critical aspect of epistemological access to higher education in South Africa. South African Journal of Higher Education, 36(5), pp.291-307.