Ukudakumba (mood)
Appearance
| Depression | |
|---|---|
| Uhlelo nezibonelelo zangaphandle |
Ukudakumba yimeko yengqondo yemo ephantsi kunye nokungafuni ukwenza umsebenzi. [1] Ichaphazela malunga ne- 3.5% yabantu kwihlabathi jikelele, okanye malunga ne-280 yezigidi zabantu kwihlabathi jikelele, ukususela ngo-2020. [2] Uxinzelelo luchaphazela iingcinga zomntu, ukuziphatha, iimvakalelo kunye nengqondo yokuphila kakuhle . [3] Uvuyo olufunyanwa ngumntu kumava athile luyancitshiswa, Kwaye umntu oxhwalekileyo udla ngokulahlekelwa yintshukumisa okanye umdla kuloo misebenzi. [4] Kumatyeli amaninzi abantu abokukudakumba bafumana unxunguphalo oluninzi bambi bazive besebumnyameni kakhulu yaye kubenzima ukuthatha ingqalelo kwanokwenza izinto ezibalulekile nokucinga, batya ngokugqithiseleyo yaye babanazo neengcnga zokuzibulala.
- ↑ "Depression Basics" NIMH 2016 archived from the original on 11 June 2013 retrieved 22 October 2020 Unknown parameter
|url-status=ignored (help) - ↑ "Depression" World Health Organization (in English) archived from the original on 26 December 2020 retrieved 7 April 2021 Unknown parameter
|url-status=ignored (help) - ↑ "Empirical evidence for definitions of episode, remission, recovery, relapse and recurrence in depression: a systematic review" Epidemiology and Psychiatric Sciences 28 (5): 544–562 October 2019 PMC 7032752 PMID 29769159 doi:10.1017/S2045796018000227 Unknown parameter
|vauthors=ignored (help); Unknown parameter|doi-access=ignored (help) - ↑ Psychotherapy and counselling for depression (3rd ed.) Los Angeles: Sage 2007 ISBN 978-1-84920-349-4 OCLC 436076587 Unknown parameter
|vauthors=ignored (help)
