USenzo Meyiwa
UMeyiwa wayengunozinti we-Orlando Pirates ukususela ngo-2005 njengonozinti oncedisayo Francis Chansa ukuya kuthi ga ngo-2008. Ukufika komqeqeshi omtsha uMilutin Sredojević, iPirates yanika uMeyiwa ithuba lakhe lokuqala bedlala ne -AmaZulu FC ngomhla wesi-8 kweyeNkanga ngo-2006, kumdlalo apho iPirates yaphumelela ngo 2-1. Ngo-2008, Santos, iPirates yazisa uMoeneeb Josephs kwiYunivesithi yaseWits ngo-2008 kwaye uMeyiwa kwafuneka kwakhona abe ngunozinti oncedisayo.
ngo nyaka ka-2012 umqeqeshi wethutyana u-Augusto Palacios wanika uSenzo imidlalo ethile, kwaye umqeqeshi omtsha wePirates uRoger De Sa naye wanika uMeyiwa imidlalo ngenxa yokulimala kuka likaJosephs kwisizini ka-2012.
UMeyiwa waziwa ngoku bamba iipenalti kwiCAF Champions League ngo nyaka ka 2013 bedlala neTP Mazembe,Nangona iPirates yoyiswe ngo-1-0 kuloo mdlalo.