Jump to content

Themba Zwane

Livela

Kumdlalo wokuqala wokuvula indebe yehlabathi yeFIFA ka-2026 kunye neMexico, uZwane unikwe ikhadi elibomvu ngenxa yokuziphatha ngobundlobongela emva kokuqhwaba uRoberto Alvarado. Unikwe isigwebo sokungadlali imidlalo emithathu ngenxa yekhadi elibomvu nto leyo ethetha ukuba uza kufumaneka kumdlalo wokugqibela we-16 ukuba uMzantsi Afrika ufikelele apho kodwa baye bakhutshwa yiCanada, boyiswa ngo-1-0 ngexesha le-round of 32. [1]

  1. Anderson, Jess (11 June 2026) "Mexico vs South Africa LIVE: FIFA World Cup 2026 Group A – score, radio commentary, text updates & stats" BBC Sport (in en-GB) retrieved 11 June 2026