Imithetho elishumi

Livela
(Redirected from Ten commandments)

Imithetho elishumi ikwaziwa ngokuba yiDecalogue yingqokolela yemithetho nemigaqo emakuhanjwe ngayo ngokwebhayibhile. Le mithethi imalunga nendlela abantu amaziphathe ngayo nangndlela emasMnqule ngayo uMdali wethu. Le mithetho ixatyiswe kakhulu kwinkolo yamaJuda neyamaKrestu. Iquka imithetho ethi MNYE kuphela Ofanelwe kukunqulwa, nguThixo, kugcinwe umhla weSabatha, kutshatyalaliswe izithixo, ubugqi, ubugebenga, ubusela, ubuxoki, nokukrexeza. Amaqela ngokwahlukana kwawo aneenkolelo zawo ezahlukileyo kule mithetho, ngokwendlela etolikwa nelandelelana ngayo ngokweendlela enonjolwe ngayo le mithetho. Le mithetho ibaluleke kakhulu kubantu kuba ibubulungisa kwizinto ezenzekayo kwilizwe lethu . Ikwa khumbuza abo bacinga ukwenza konke oku khankanyiweyo .

Amakhonkco angaphandle[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Non Praevalebunt