Template:Main page

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
Flag of South Africa.svg

Masingen' enkomeni, singaphozisi maseko.

Ubuchule bokwenza iWikipedia ekhonza uluntu kwihlabathi jikelele iyasikhuthaza ukuba sizame ukuphuhlisa ulwimi lwesiXhosa ngokwakha iXhosapedia. Uluntu oluthetha isiXhosa luthe saa kwihlabathi liphela nangona uninzi lwethu luqukene eMzantsi-Afrika, ikakhulu kwiPhondo iMpuma-Kapa. Siyanimema nonke, mawethu, thathani inxaxheba ekwakheni isiXhosa kwelinxiwa siliphiwa kulo mqulu iWikipedia. Ukwenza njalo kuyakukhuthaza uluntu kwihlabathi jikelele ukuba lufunde ulwimi lwesiXhosa, nto leyo eyakukhuthaza udlelwano nezizwe ngezizwe rhwelele. Lonto ithetha ukuba inkqubela yoMzantsi-Afrika ixhomekeke kwimigudu esiyenzayo ukukhusela iilwimi zabantu abamnyama ukuze zityenziswe banzi kwezo rhwebo nombangazwe nakwamanye amaphulo. Ngamafutshane masithi lo singawo umba apha ume ngoluhlobo:

Benedict Wallet Vilakazi
Walter Benson Rubusana