Talk:Iziduko zethu

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

Mawethu

Ncedani nengeze iziduko kwezi ndizifakileyo. Yongeza ngokwealfabhethi. Ngoku sikwiziduko eziqala ngo-B.

Ndininqwenelela amathamsanqa Abner Nyamende

Mpandla[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Mpandla Tshayingwe Tyibashe Mbona Nombamba Khiphi Tyhetha Iviwe Dyolisi (talk) 17:55, 13 Eye Khala 2018 (UTC)