Talk:AmaMpondo

Page contents not supported in other languages.
Livela

UMNTU NGUMNTU NGABANTU[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Lomnombo umhlekangaka wokuzazi nemvelaphi nobubanzi ndedzinzo kumhlaba waMapondo mawubheke phambli, kwanolwimi olulwethu intsho nokuzidla okokwethu ngendawo yethu entle kangaka. ndiyayonwabele into yokwazi ukuba umhlaba waMpondo ingowona mhlaba umkhulu kakhulu,okumnandi sisecakolwandle kunjalo, kwicala lolimo singakhula kakhulu njengoko kwakunjalo kuqala, into ethetha ukuthi sisenokwazi ukuqhubeka sakhe imisebenzi sigxothe nekati eziko, ingakumbi xa uqoqosho luyengayenga kangaka eMzantsi Afrika.

Njenge nzalelwane yakwaFaku eLambasi ndith mayibuye iAfrika, phambili siyaya emva asinakubuya tu, khumbulani kaloku asenzelithina kuphela senzela nabantwana bethu kunye nenzalelwane yabo, njengoko oTatu'Sgcawu kunye nenkokheli zakuqala ziwenzile umzamo.

Mandidle amafutha

Vuyisa Mbambe eLambasi. Vuyisa Mbambe (talk) 06:38, 30 EyoMqungu 2016 (UTC)[reply]