Starling
Appearance
I-Starling ligama lendawo ehlala abafundi ababhinqileyo abangama-99 kwi dyunivesithi yaseRhodes, eMakhanda. Yakhiwe ngonyaka ka-2022 kodwa kuqalwe ukuhlalwa kuyo ngonyaka ka-2023.
Ukukhethwa kwegama
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Phambi kokuba le ndawo ibizwe ngokuba yi Starling yayibizwa nge New Res ngenxa yokuba yayisentsha kwaye yayingekathiywa ngokusesikweni. Ngonyaka ka-2023 zaye zaqalisa iingxoxo zokuba iNew Res ithiywe. Kwezo ngxoxo kwaye kwaphakanyiswa la magama alandelayo; Starling House, Protea House, Lindiwe Mabuza kwakunye[1] no Dr Mary Susan Malahela-Xakana[2].
- ↑ "Biography of Lindiwe Mabuza by Kayla Johansen | South African History Online" sahistory.org.za (in English) retrieved 2026-07-17
- ↑ "Mary Susan Malahlela-Xakana | South African History Online" sahistory.org.za (in English) retrieved 2026-07-17