Jump to content

Somgxada

Livela
Somgxada

James Stewart wayengumfundi notitshala owayesebenza eMzantsi Afrika.[1] Abantu abathetha isiXhosa bambiza Somgxada, igama elithitha "utata" ngenxa yokuhlonipha umsebenzi wakhe.[2]

Wayesebenza eLovedale Missionary Institution kufuphi ne Alice. Indawo katata uSogxada yindawo noko ephucula ezindawo ziyirhanqileyo, Kwaye uSomgxada yindawo ebukwa ngabantu ababuka izinto okanye indawo ezibalulekileyo.[3] Namhlanje ukhunjulwa ngomsebenzi wakhe omkhulu ekuphuhliseni imfundo eMzantsi Afrika.[4]

  1. https://www.dailymaverick.co.za/opinionista/2022-01-04-the-centenary-of-lovedales-john-knox-bokwe-a-forgotten-and-neglected-legend/
  2. https://books.google.co.za/books/about/Lincwadi_zesi_xhosa_zika_somgxada_stewar.html?id=1RdLMwEACAAJ&redir_esc=y
  3. https://www.raymondmhlaba.gov.za/tourism/alice/stewart-memorial
  4. https://www.raymondmhlaba.gov.za/tourism/alice