Jump to content

Ntabankulu

Livela
Ntabankulu

INtabakulu yidolophu ekumasipala waseAlfred Nzo kwiphondo laseMpuma Koloni eMzantsi Afrika. Imalunga neekhilomitha ezingamashumi amathathu (30) kwimpuma-mpumalanga yeNtaba iMount Frere kunye neekhilomitha ezingamashumi amahlanu (50) emazantsimpuma wentshona weKokstad.   

Imbali yeligama ivela kulwimi lwesiXhosa, lichaza 'intaba enkulu'. [1] Le-dolophu yaqala njengevenkile eqhelekileyo ngonyaka wama1894, eyayiphethwe nguBlenkinsop kunye noMeth ngelixa kwakusakhiwa iilali ngonyaka wama1909. [1] [2]

INtabankulu yaziwa okanye yamiselwa kwiindawo eyayisaziwa ngokuba neemfazwe ezininzi, phakathi kwesizwe samaXhosa nabemi baseYurophu kwiminyaka yama1700

Ukwaziwa kwale dolophu

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

INtanbankulu yaziwa kakhulu ngezoLimo, ezoKhenketho kunye nokuba kufuphi neentaba eziphakamileyo eMzantsi Afrika [3] yaye yaziwa ngokuba nabemi abamalunga nenani elingama95% abathetha ulwimi lwesiXhosa ngokuchanekileyo.

  1. 1 2 Erasmus, B. P. J. (1995) On Route in South Africa Internet Archive Johannesburg: Jonathan Ball Publishers p. 209 ISBN 978-1-86842-026-1
  2. ↑ "Dictionary of Southern African Place Names (Public Domain)" Human Science Research Council p. 425
  3. ↑ "Ntabankulu Municipality | South African History Online" sahistory.org.za (in English) retrieved 2025-12-06