KwaBhaca
Appearance
IMount Frere, ngokusemthethweni kukwaBhaca,[1] yidolophu ekwiphondo laseMpuma Koloni, ngaphambili eyaziwa njengeTranskei kumandla, waseMzantsi Afrika. KwaBhaca kuphakathi kweKokstad ne dolophu yaseMthatha, ecaleni kwendlela yeN2 malunga neekhilomitha ezili-100 kumntla-mpuma weMthatha. Ilawulwa nguMasipala weSithili saseMzimvubu kwaye iilali zilawulwa yinkokeli yeSizwe eneemida eziphakathi.
Imbali
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Igama layo ngesiNguni kuKwaBhaca, okanye "isixeko sobukhosi bamaBhaca ", okanye "indawo yabantu bamaBhaca ", [2] abahlala apho konyaka u1825.
IMount Frere yasekwa ngo-1876 yaza yathiywa ngegama lika Mnumzana uHenry Bartle Edward Frere . [2] KwiNyanga YoMdumba KuNyaka u2016, iMount iFrere yathiywa igama elitsha lokuba kuKwaBhaca. [1]
Imithombo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- 1 2 "Government Gazette No. 39669" South African Government 2016-02-09 p. 9 archived from the original on 2017-02-07 retrieved 8 August 2019
- 1 2 Erasmus, B. P. J. (1995) On Route in South Africa Internet Archive Johannesburg: Jonathan Ball Publishers p. 209 ISBN 978-1-86842-026-1