Kuxhelw' eXhukwana
Appearance
Kuxhelwe eXhukwana: Kuluvuyo kuyimincili abantu bonke bonwabile, eXhukwana sisithili okanye yilali ekude kufutshane nexesi, apho kwakufudulwa kusaziwa ukuba kwakuyilali eyayifudulwa kusaziwa ukuba kwakuyilali eyayisokola kakhulu kwicala lemfuyo, abantu bakhona babengayazi inyama kwakunye nezinye izinto. Zekuthiwe xa kukho loo mntu uphuphileyo eXhukwana ozoxhela inkomo, wonke umntu ulungele ukuyeka nantoni na, wonke umntu onwabe, kubeluvuyo bachulunyaniswe yinto yokuba uzakutya inyama. kuthiwe xa konwatyiwe kuxhelwe eXhukwana