Jump to content

Ithala leeNcwadi likaCory loPhando lweMbali

Livela

 

I-Cory Library for Humanities Research, eyayisakuba yiCory Library for Historical Research, lithala leencwadi lophando kwiYunivesithi yaseRhodes, kwaye yenye yamasebe angaphantsi kwethala elikhulu leencwadi leYunivesithi yaseRhodes.[1] Ukongeza ekugcinweni kwembali yaseMpuma Koloni, iCory Library for Humanities Research ikwaqulathe ovimba bolwazi nenkcubeko beCawa yamaWesile yaseMzantsi Afrika .

  1. "Cory Library Homepage" retrieved 24 May 2011