Istovu
[[Image:Fouday-Poêle.jpg|thumb|Isitovu seAlsatian sinombhobho waso wegas omde otshintshatshinta ubushushu, kwcawa yaseFouday
Istovu yindawo evaliweyo apho kuhleli khona ifuel etshayo ukuze inike ubushushu, isenokokuba kutshiswa indawo le kanye kukho khona istovu, okanye kube kutshiswa isitovu ngokwaso nezinto ezibekwe kusi. Eli phepha lingesitovu esithi sivaliwe nje kube kutshiswa ifuel eqinileyo ngeenjongo zokufudumalisa indlu. Isitovu saseKhitshini sisetyenziselwa ukupheka ukutya. Isitovu esivutha ngomlilo weenkuni okanye isitovu samalahle sisetyenziselwa ngokuphandle ukutshisa into. Izitovu ezivaliweyo zezona zigqibeleleyo kunjalo nje zinqanda umoya ukuba ungafunxwa yindlu koko ungene kuzalipholile. ngenxa yokulumkela ungcoliseko lomoya, zenziwe iinzame zokuphucula indlela ezenziwa ngayo izitovu. [1] Izitovu zePellet, umzekelo ziintlobo zezitovu ezicocekileyo.
- ↑ Bryden, Mark; Still, Dean; Scott, Peter; Hoffa, Geoff; Ogle, Damon; Bailis, Rob; Goyer, Ken "Design Principles For Wood Burning Cookstoves" (PDF) Aprovecho Research Center archived from the original on January 4, 2012 retrieved October 18, 2011