IsiGrike sakudala

Livela

IsiGrike sakudala sibandakanya iindlela ekwakusetyenziswa ngayo isiGrike kumaxesha amandulo eGreece nakumaxesha akudala-dala kwihlabathi kwisithuba seminyaka yenkulungwane ye-9 phambi kokuba kufike uKristu (BC) ukuya kumnyaka wenkulungwane yesi-6th emva kokuba uKristu elishiyile eli (AD). Esi siGrike sidla ngokwahlulwa ngokwamaxesha amathathu akudala-dala angala: esokuqala sesangexesha eli-archaic (ixesha eliphakathi kweminyaka yenkulungwane yesi-9 ukuya kweyesi-6 Phambi kokuba azalwe uKristu, ixesha elaziwa ngokuba yi-BC ngesiNgesi), esesibini isiGrike sesangexesha eli-archaic (ixesha eliphakathi kweminyaka yenkulungwane yesi-5 ukuya kweyesi-4 phambi kokuba azalwe uKristu, i-BC ngesiNgesi), esesithathu isiGrike sakudala sesangexesha eli-Hellenistic (ixesha eliphakathi kweminyaka yenkulungwane yesi-3 phambi kokuba azalwe uKristu, ukuya kweyesi-6 emva kokuba ezelwe uKristu, ixesha elibizwa ngokuba yi-after death okanye i-AD ngesiNgesi). Saqalwa ngu-Mycenaean Greek phambi kwenkulungwane yesibini phambi kokuba kuzalwe uKristu (i-BC nesiNgesi)