Iphimpi

Iphimpi luhlobo lwenyoka enobuhlungu, eyaziwa ngokuthi iphakamise intloko yayo ize yenze uhlobo lwesigqubuthelo entanyeni xa isoyikiswa. Ezinye iinhlobo zamaphimbi, ziyaziwa ngokutshica ityhefu kunye nokuluma.[1] Kukho iintlobo ezingaphezu kwamashumi amathathu[2] zolu hlobo lwenyoka ezifumaneka zifumaneka kulo lonke elaseAfrika, eMzantsi-ntshona Asia, nakuMzantsi-mpuma Asia.[3][4][5]
Indlela yokuziphatha kunye nendalo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Iphimpi luhlobo lwenyoka edla ngokukhutheleyo imini yonke kwaye ayifane ibonwe ngexesha lobumnyama. Amaxesha amaninzi iyazifihla emingxunyeni okanye phantsi kwesigqubuthelo somhlaba, yaye ihlala ihleli kwindawo enye kangangexesha elithile.[6] [3] Luhlobo lwenyoka oluhamba ngokukhawuleza kwaye luphaphile.[7] Xa iphazamisekile iphakamisa umphambili wayo emhlabeni, ivule isigqubuthelo esibanzi, kwaye yenza umsondlo kakhulu. Yona iyakhawuleza ukubaleka, kodwa nangaluphi na uphawu lokushukuma, iphinda ithathe indawo yayo yokuzikhusela.[3]
Imithombo yolwazi
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- ↑ Wallach, Van; Wüster, Wolfgang; Broadley, Donald G. (2009-12-31) In praise of subgenera: taxonomic status of cobras of the genus Naja Laurenti (Serpentes: Elapidae) doi:10.5281/ZENODO.190422
- ↑ Wüster, Wolfgang; Chirio, Laurent; Trape, Jean-François; Ineich, Ivan; Jackson, Kate; Greenbaum, Eli; Barron, Cesar; Kusamba, Chifundera; Nagy, Zoltán T.; Storey, Richard; Hall, Cara; Wüster, Catharine E.; Barlow, Axel; Broadley, Donald G. (2018-08-01) "Integration of nuclear and mitochondrial gene sequences and morphology reveals unexpected diversity in the forest cobra (Naja melanoleuca) species complex in Central and West Africa (Serpentes: Elapidae)" Zootaxa (in English) 4455 (1): 68–98 ISSN 1175-5334 doi:10.11646/zootaxa.4455.1.3
- 1 2 3 Spawls, Stephen; Branch, Bill (1995) The dangerous snakes of Africa: natural history, species directory, venoms, and snakebite Sanibel Island, FL: Ralph Curtis-Books ISBN 978-0-88359-029-4
- ↑ Zhao, Er-mi; Adler, Kraig; Zhao, Er-mi (1993) Herpetology of China Contributions to herpetology Oxford, Ohio: Soc. for the Study of Amphibians and Reptiles ISBN 978-0-916984-28-1
- ↑ Vogel, Gernot, ed. (2006) Venomous snakes of Asia: = Giftschlangen Asiens Terralog Frankfurt am Main: Ed. Chimaira ISBN 978-3-936027-93-8
- ↑ Layloo, Inshaaf; Smith, Caitlin; Maritz, Bryan (2017-07-03) "Diet and feeding in the Cape Cobra, Naja nivea" African Journal of Herpetology 66 (2): 147–153 ISSN 2156-4574 doi:10.1080/21564574.2017.1388297
- ↑ Marais, Johan (2004) A complete guide to the snakes of southern Africa (1st ed. ed.) [Cape Town: Struik ISBN 978-1-86872-932-6