Jump to content

Ingxoxo nelungu:Ndumiso T Spelman

Page contents not supported in other languages.
Faka isihloko
Livela

Usapho lwakho luyinto yonke kuwe noba awuziva njalo kodwa yinyani engasoze itshintshe. Singabantu abantu Ntsundu siyaliquka iligama ngoba kuthi usapho lidibanisa nezizalwane zethu. Kodwa kumakhumsha bacaphula uMama, uTata nabantwana babo. Isenza sohluke ke thina singabantu abaNtsundu ngoba silusapho ngesiduko zethu ezidibanisa okhokho bethu. Kunjalo ke ubona kukho abantu abaninzi kusapho lwakho. Uzofika usaziswa kumtu wakokwenu ozange wambona wena.