Ingxoxo nelungu:Malinazo24
Faka isihlokoINGOMA kwincubeko yakwaXhosa kunezinto ezinefuthe kwindlela esiphila ngayo kunye nemfundiso ngemvelaphi yethu singumzi ontsundu.Okhokho bethu babenengoma ezithi zivunywe ngamaxesha ohlukeneyo. Oku ke kwakuxhomekeke kwimeko abakuyo xakonwatyiwe zazikhona ingoma ezithile abazivumayo naxakukubi kubekhona ingoma ezithobekileyo abathi bacaphule kuzo oku kwakuvamile ukwenzeka xa kukho umntu onabele uqaqaqa.ezi ngoma zazibenza bahlale bechitha ixesha elinye ndawonye nenkosi zakwaxhosa zazinengoma zazo ezithi zivunywe ngamaxa athile ufike kukhahlelwa into enkulu beyityibeka ngazo zonke iziduko zayo ibe nentsholo yengoma isitsho ngasemva.Naxa kusenziwa amasiko zikhona ingoma ezithi zivunywe amakhwenkwe athi xa ezakuyokoluka atshitshe ufike evuma iingoma ezininzi ezithetha lukhulu into exela ukuba onkabi sebengxamele kule ndawo baya kuyo.Ezi ngoma zenza umdla kakhulu ufike kukho nabaxhentsayo konwatywe.
Start a discussion with Malinazo24
Talk pages are where people discuss how to make content on Wikipedia the best that it can be. Start a new discussion to connect and collaborate with Malinazo24. What you say here will be public for others to see.