Ingxoxo nelungu:Awethu Putumani
Faka isihlokoAppearance
- Hi Awethu, Ndingu-nomden ndiyancedisa apho kufuneka ndincede khona njenge-editor yalapha kwa-Xhosa Wikipedia. Ingaba lo mbhalo ukweli khasi 'page' le-'contribution' ungawe? Ndicela uwufake kule page ithi 'User talk' okanye 'ingxoxo'. Jonga kwi'ngxoxo' ka-nomden. Xa ubhala kwikhasi le-contribution okanye i'user page', ubhala ngezinto ezibalulekileyo nezinokubayimfundiso kuye wonke umntu ongumXhosa.jonga nje phaya kuSimamkele Onceya, usipha ulwazi olumnandi ngembali kaMakhanda. nomntwana wangoku uzakufunda lukhulu ngembali yamaxhosa kweli khasi.--Nomden
Start a discussion with Awethu Putumani
Talk pages are where people discuss how to make content on Wikipedia the best that it can be. Start a new discussion to connect and collaborate with Awethu Putumani. What you say here will be public for others to see.