Indlovu ayisindws ngumboko wayo
Appearance
Eli qhalo lithetha ukuba umntu akasindwa ngumthwalo wakhe. Lisifundisa ukuba sibe nenyameko. Nokuba kunzima kangakanani na kufuneka singazibalekeli ingxaki zethu. Ukhumbule ukuba impumelelo iza namahla ndenyuka awo Ikwa dlulisa umyalezo wokuba sinyamezele sibe ngabantu abanoxanduva kuba ezinye izinto angeke sikwazi ukuzitshintsha njenge ndlovu engeke ikwazi ukutshintsha umboko wayo iwenze ube mfutshane