Imineral ekukutya

Livela

Iiminerali zokutya zingamalungu ekhemikhali ekufuneka zibeyinxalenye yezidlo ezidliwa zizinto eziphilayo, ukongeza kumalungu amane angala: ekhabhorni i-hydrogen, i-nitrogen, kunye ne-oksijini la malungu sele exhaphake kakhulu kwizinto eziphefumlayo. 

Omnye wemizekelo eyaziwayo yi-calcium, efuneka kakhulu ebantwini nakwezinye  izilwanyana ezininzi ukuze zakhe amathambo namazinyo awomeleleyo. Inyama ebomvu ine-iron eninzi, nekuyimineral ethandwa kakhulu. Kubalulekile ukuba sibenayo i-iron njengoko isenza ii-cells ezibombu egazini. 

Amaphepha ahambelana nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • I-Vitamin
  • I-Essential fatty acid
  • I-Essential amino acid