Imfazwe yehlabathi yokuqala

Livela

imfazwe yehlabathi yokuqala, ekwabizwa ngokuba yimfazwe enkulu, yimfazwe ebandakanya inxalenye enkulu yehlabathi, kwaye eyachasana namazwe e-axis ((iJamani, i-Austria-Hungary njl...) kunye namahlakani (ubukhosi baseNgilani, iFransi, iRussia njl...)