Jump to content

Imbewu: The Seed

Livela

Imbewu: The seed yi-Drama yomabonakude yaseMzantsi Afrika eyenziwe nguDuma Ndlovu[1] , uAnant Singh noLeleti Khumalo. Isasazwa ku e.tv.[1]

UZimele “Ngcolosi” Bhengu uzakhele ishishini i-Maluju Oil, ngenjongo yokuba abe ngowokuwala umntu ontsundu waseMzantsi Afrika osebenza ng-oli ekrwada, ilifa afuna ukulishiyela abantwana bakhe aba ne. Ufumanisa ukuba akanayo inzalo, yaye abantwana ngabaka bhuti nomfazi wakhe, iqhinga elenziwe ngumamezala. Inyani yehlukanisa usapho.

Abalinganiswa abangundoqo
Umdlali Umlinganiswa Isimo Indima
Leleti Khumalo Nokubonga "MaZulu" Bhengu 2018 - nangoku Umfazi kaZimele, Unina kaNganono, Zithulele, Zakithi noBuhle.
Tony Kgoroge Zimele "Ngcolosi" Bhengu 2018 - nangoku Umyeni kaNokubonga's , Unyana kaMaNdlovu's , Ubhuti kaPhakade
Thembi Mtshali MaNdlovu Bhengu 2018 - nangoku Unina kaZimele noPhakade
Jailoshini Naidoo Nirupa Rampersad 2018 - nangoku Umfazi kaPranav, ilungu le-bhodi eMaluju, Umama kaShria noMira, umakazi kaThu Sheleni
Koobeshen Naidoo Pranav Rampersad 2018 - nangoku Umyeni kaNirupa, 49% ilungu eMaluju, uyise kaShira noMira.
Sandile Dlamini Phakade Bhengu 2018 - Present Unyana kaMaNdlovu, umfundisi webandlal, umyeni kaPriscilla, uyise wenena kaNganono, Zithulele, Khanyo, Zakithi, Futhi noBuhle.
Abalinganiswa abasekekayo
Umdlali Indima Isimo Indima
Fundiswa Zwane Priscilla Bhengu 2018 - nangoku Umfazi kaPhakade, Umama kaKhanyo noFuthi.
Kajal Maharaj Shria Rampersad 2018 - nangoku Intombi kaPranav noNirupa, COO eMaluju Oil.
Xolani Mfeka Nganono Bhengu 2018 - (ubulewe) Nyana kaMaZulu noZimele (Phakade, owenyani), wayeyi-COO eMaluju oil, wathandana noShria, wamithisa uZethu za wabulawa nguPhunyuka.
Raphael Griffiths Zithulele Bhengu 2018 - Present
Nomusa 2018-Present Nqobile Ndlovu Khanyo Bhengu 2018 - Present
Nokubonga Khuzwayo Zakithi Bhengu 2018 - Present
Mduduzi Nombela Phunyuka Khanyile 2018 - Present
Nokwanda Khuzwayo Futhi Bhengu 2018 - Present
Mishka Gouden Mira Rampersad 2018 - Present
Vuyokazi Tshona Buhle Bhengu 2018 - Present
Nonsindiso Gcaba Zethu Khanyile 2018 - Present
Ntokozo Mzulwini Lindiwe Msweli 2018 - Present
Sindisiwe Zonda Sibongile Mseleku 2018
Brightness Zulu Celiwe 2018 - Present
Kaylin Soobraminia Thu Sheleni 2018 - Present



  1. 1 2 "Imbewu: The Seed" www.etv.co.za retrieved 2019-01-12
  2. Mytvnews (2018-02-16) "'Imbewu: The Seed' cast revealed - Meet the stars!" My TV News (in en-US) archived from the original on 2019-07-19 retrieved 2019-06-10