Jump to content

Ilungu:Noluthandogeledu

Livela

LUSINGISE PHI NA ULWIMI LWESIXHOSA? Kweli le Afrika esemaZantsi sineshumi elinomvo leelwimi ezisetyenziswa umhla nezolo,kunjalo nje zonke ezo lwimi zishicilelwe,ziyaziwa ziziphatha-mandla zeelwimi.Kuzo zonke ezolwimi ke,zimbini kupphela ezisetyenziswa ngokusemthethweni ogqibeleleyo okanye ngokwesinyanzeliso sokuba wonke umntu okweli lizwe umele ukuzazi.Ezo ke zilwimi zabamhlophe isiNgesi nesiBhulu.Zona ke zisetyenziswa phantse kuyo yonke imimandla ekweli le Afrika eseMazantsi.