Iimvumi zaseMzantsi Africa

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

Ezikwelemimoya[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Iimvumi zaseMzantsi Afrika esele zalishiyayo eli nazi: UBrenda Nokuzola Fassie[1] (3 November 1964 – 9 May 2004)[2] wayeyimvumi yomculo onesingqi esithandwa ngamaAfrika eyayingahambisani kwaphela nenkqubo yocalu-calulo.[3] Ukungazibandezi kwakhe eqongeni kwamemnza waziwa njengomntu arned a reputation for "ongangenazintloni nongoyiki ngokoyikiswa".[4] Abalandeli bakhe bebembiza ngoMaBrrr, maxa wambi ubebizwa njengeqhawekazi lomculo wesingqi saseAfrika okanye bathi ngu"Madonna weelokishi". uMiriam Makeba; '''ULucky Philip Dube''' (ubizwa ngolu hlobodoo-beh)[5] (wazalwa ngomhla wesi-3 kukweyeThupha ngo1964 – wasweleka ngomhla we-18 kweyeDwarha ngo2007) eyimvumi yereggae neRastafarian yaseMzantsi Afrika. Washicilela amacwecwe angama-22 ngesiZulu, ngesiLungu nangesiBhulu kwisithuba esinganga-25 eminyaka kunjalo nje amacwecwe akhe ayengwawona macwecwe omculo wereggae awayethengiswa kakhulu eMzantsi Afrika. [6][7] UDube walinyazwa kwimizi yaseGoli eRosettenville ngokuhlwa kwangomhla we-18 kweyeDwarha ngo2007.[7][8][9] '''uLebo Mathosa''' (wazalwa ngo1977 - ngomhla wama-23 kweyeDwarha waza wasweleka ngo2006) wayeyimvumi yekwaito yasemzantsi Afrika. uBussie Mhlongo; [[uMagaret Singana {Mcingana}]]; uNana Coyote, nabanye abaninzi.

  1. "Brenda Nokuzola Fassie". South African History Online. http://www.sahistory.org.za/people/brenda-nokuzola-fassie. Retrieved 25 September 2014.
  2. Wade, Kergan. [[[:Template:Allmusic]] "Brenda Fassie: Biography"]. Allmusic. Template:Allmusic. Retrieved 20 August 2007.
  3. Wyatt, Hugh (29 November 1990) "Anger at Injustice Fuels Brenda Fassie's Music" Chicago Tribue retrieved 18 January 2013 
  4. The Madonna Of The Townships (Time Magazine)
  5. Fun Facts, luckydubemusic.com, Retrieved 19 October 2007
  6. Five facts about reggae star Lucky Dube, Reuters, 19 October 2007
  7. 7.0 7.1 S.Africa reggae icon shot and killed – radio, Reuters, 19 October 2007.
  8. Hijackers gun down Lucky Dube, News24.com, 19 October 2007
  9. S African reggae star shot dead, BBC News, 19 October 2000